Uhabhakuki 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

Koda kube nini na, *Ndikhoyo,ndidanduluka ndisithi: “Nceda!”ube wena uthe cwaka?Koda kube nini na ndizibika kuwe ndisithi: “Ugonyamelo!”ube wena ungahlanguli?

Uhabhakuki 1

Uhabhakuki 1:1-9