Uezra 2:43-51 Ibhayibhile (XHO96)

43. Izicaka zendlu kaThixo: inzala kaZiya, uHasufa, uTabhayoti,

44. uKerose, uSiyaha, uPadon,

45. uLebhana, uHagabha, uAkubhi,

46. uHagabhi, uShalemayi, uHanan,

47. uGidele, uGahare, uRaya,

48. uRezin, uNekoda, uGazam,

49. u-Uza, uPaseya, uBhesayi,

50. uAsna, uMewunim, uNefusim,

51. uBhakebhuki, uHakufa, uHarure,

Uezra 2