Uezra 2:33-39 Ibhayibhile (XHO96)

33. abaseLodi, iHadide, neOno 725

34. abaseJeriko 345

35. abaseSena 3 630

36. Ababingeleli: inzala kaYedaya ngendlu kaYeshuwa 973

37. ekaImere 1 052

38. ekaPashure 1 247

39. ekaHarim 1 017

Uezra 2