Uezra 2:30-41 Ibhayibhile (XHO96)

30. abaseMagebhishe 156

31. abenye iElam 1 254

32. abaseHarim 320

33. abaseLodi, iHadide, neOno 725

34. abaseJeriko 345

35. abaseSena 3 630

36. Ababingeleli: inzala kaYedaya ngendlu kaYeshuwa 973

37. ekaImere 1 052

38. ekaPashure 1 247

39. ekaHarim 1 017

40. AbaLevi: inzala kaYeshuwa noKademiyeli ngomlibo kaHodaviya 74

41. Iimvumi: inzala ka-Asafu 128

Uezra 2