Uezra 10:43-44 Ibhayibhile (XHO96)

43. Kwinzala kaNebho nguYehiyeli noMatitiya noZabhadi noZebhina noYadayi noJoweli noBhenaya.

44. Bonke abo babethathe abafazi abaziintlanga. Kwaba bafazi bekukho ababezele oonyana.

Uezra 10