Uestere 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ke futhi zonke izikhulu zamaphondo, iirhuluneli, abalawuli, namagosa kakumkani, babencedisa amaJuda, kuba bonke babengenelwe kukumoyika uModekayi.

Uestere 9

Uestere 9:1-4