Uamos 8:5 Ibhayibhile (XHO96)

Nina nithi: “Yaz'ba iya kuphela nini le misitho yentwasa-nyanga,side size kuthengisa isivuno sethu?Iya kuda idlule nini yona le mihla yokuphumla,khon' ukuze sananise ngengqolowa?”Ibe kanti umlinganiselo niza kuwucutha,ixabiso lona nilinyuse,nenze ubuqhetseba ngezikali ezinganyanisekanga.

Uamos 8

Uamos 8:1-11