Uamos 6:13-14 Ibhayibhile (XHO96)

13. Nivuyiswa kukuthimba iLodabhare,futhi niqhayisa ngokuthi iKarnayim nayoyisa ngamandla enu.

14. Nguwo lo umlomo kaNdikhoyo, uThixo onamandla onke,uthi: “MaSirayeli, ndinizisela isizwe!Siza kuniphatha gadalala ukususa kulaa ngxingwa yaseHamatikude kuye kutsho kulaa ntili ingaseArabha.”

Uamos 6