Uamos 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Nokuba amaEdom ayone izihlandlo zazithathungendingasirhoxisanga isohlwayo sam.Kambe ke suke agqithisa ngokona isihlandlo sesine.Kaloku wona awaqweqwedisa ngekrele amawabo,ayitsho yaphela tu imfobe yokuzalana,awaqwenga enomsindo ongapheliyo,umsindo ongathibazekiyo.

Uamos 1

Uamos 1:9-12