Kwabaseroma 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo asingabo bonke abazelwe nguAbraham abayinzala yakhe ncakasana. Kaloku uThixo wathi kuAbraham: “Inzala yakho ncam iya kuphuma kunyana wakho uIsake.”

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:6-11-12