Kwabaseroma 7:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyazi ukuba akuhlali nto ilungileyo kum – nditsho kwisimo sam esonakeleyo – kuba kaloku umnqweno wokwenza into elungileyo ukho kum, kodwa ukwenza andinako.

Kwabaseroma 7

Kwabaseroma 7:17-21