Kwabaseroma 6:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Síthini na ke ngoko? Síhlale sihleli esonweni ukuze ubabalo lwande?

2. Nakanye! Thina kaloku safa kuso isono. Singathini ke ukuba siqhubele phambili sisona?

Kwabaseroma 6