Kwabaseroma 5:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ukufa kwakutshatshele ngenxa yesono saloo mntu, abo balwamkelayo ubabalo oluphuphumayo kwanesipho sokwenziwa amalungisa, baya kudla ubomi ngokugqithisileyo ngaloo mntu mnye unguYesu Krestu.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:14-19