Kwabaseroma 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukufa kwakutshatshele ukususela kuAdam kwada kwaya kuthi gaa kuMosis, nakwabo basono singafani nesika-Adam. Lo Adam ke wayengumfuziselo waloo Mntu wayeza kufika.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:5-17