Kwabaseroma 4:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Sithini na ke ngobawo uAbraham esiyinzala yakhe?

2. Ukuba ebenziwe ilungisa ngenxa yokufezekisa kwakhe umthetho, ebengaqhayisayo; kodwa ngoku akanandlela yakuqhayisa phambi koThixo.

Kwabaseroma 4