Kwabaseroma 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

Okanye ubudelile ububele bakhe obukhulu, nokunyamezela kwakhe, nokuza kade komsindo wakhe? Akwazi na ukuba bububele bukaThixo obukusa enguqukweni?

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:1-14