Kwabaseroma 2:27 Ibhayibhile (XHO96)

Nina maJuda, nangona nalukileyo, ninawo umthetho eziBhalweni, nibe noko ningawenzi, niya kugwetywa ziintlanga ezithe zingalukanga nje zawugcina umthetho.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:21-29