Kwabaseroma 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kuya kubakho isidima newonga noxolo kubantu bonke abenza okulungileyo, kumJuda kuqala kwanakowolunye uhlanga ngokunjalo.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:7-11