Kwabaseroma 15:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithandazela ukuba ndihlangulwe kwabangamphulaphuliyo uThixo abakwelakwaJuda. Ndithandazela nokuba kwamkeleke ukubalungiselela kwam abantu bakaThixo abaseJerusalem,

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:30-33