Kwabaseroma 12:20-21 Ibhayibhile (XHO96)

20. Kaloku iziBhalo zikwatsho nokuthi: “Ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe into etyiwayo; ukuba lunxaniwe, luphe into eselwayo; kuba ngokwenjenjalo ke, woba uluvisa udano, khon' ukuze luguquke.”

21. Musa ukoyiswa bububi; boyise ububi ngokulungisa.

Kwabaseroma 12