Kwabaseroma 11:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba uThixo ubalahlile na abantu bakhe amaSirayeli? Nakanye! Nam ngokwam ndingumSirayeli, ndiyinzala ka-Abraham, ndingowendlu kaBhenjamin.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:1-6