Kwabaseroma 10:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa asingabo bonke abazamkeleyo iindaba ezimnandi, njengoko atshoyo noIsaya ukuthi: “Nkosi, ngubani na othe wakholwa ludaba lwethu?”

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:9-17