Kwabaseroma 1:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangokunjalo namadoda akuyekile ukulala namabhinqa, aza atshiswa kukukhanukana. Amadoda enza amanyala kwamanye amadoda, aze ke afumane isohlwayo esiwafaneleyo, esiyimbuyekezo yokulahleka kwawo.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:24-32