Kwabasekolose 3:22 Ibhayibhile (XHO96)

Nina zicaka, bathobeleni abaphathi benu balapha emhlabeni kuzo zonke izinto. Thembekani emsebenzini naxa ningajongwanga; ewe, sebenzani ngokungathi nikhonza iNkosi ngenkqu, ningajonge kunconywa ngabantu.

Kwabasekolose 3

Kwabasekolose 3:20-25