Kwabasekolose 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ningabantu bakaThixo abanyuliweyo abathandiweyo nina, abakhe ngenkqu. Ngoko ke nxibani ezifanele abakhe: inceba, ububele, ukuthobeka, ubulali, nomonde.

Kwabasekolose 3

Kwabasekolose 3:6-16