Kwabasekolose 2:18 Ibhayibhile (XHO96)

Musani ke ukuqhathwa ngabantu abazenza bhetele, beqhayisa ngemibono nangentobeko ethile, benqula izithunywa zezulu. Abantu abanjalo bafumana bezingca nje, bebambelele ezintweni ezibonakalayo zengqondo yabo.

Kwabasekolose 2

Kwabasekolose 2:11-23