Kwabasekolose 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ekubhaptizweni kwenu nangcwatywa kunye naye, kwangokunjalo navuswa kunye naye ngokuzinikela kumandla kaThixo asebenzayo, yena wamvusayo uKrestu ekufeni.

Kwabasekolose 2

Kwabasekolose 2:2-17