Kwabasekolose 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke niya kuba nako ukuziphatha ngendlela ethandekayo eNkosini, niyikholise ngeendlela zonke. Xa kunjalo ke ubomi benu buya kuqhama ziintlobo-ntlobo zemisebenzi elungileyo, nani nikhule ekumazini uThixo.

Kwabasekolose 1

Kwabasekolose 1:3-18