Kwabasefilipi 4:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke lona uxolo lukaThixo olungaphaya kokuqonda luya kuzalusa iintliziyo neengcinga zenu ningahlukani noKrestu.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:1-15