Kwabasefilipi 4:15 Ibhayibhile (XHO96)

Yayinini nodwa kakade enandincedayo, bantu baseFilipi, njengoko nani nisazi. Kuwo onke amabandla ethu nini kuphela enanijongene neendleko kunye nengenelo yam kwamhla ndaqalisa ukuhambisa iindaba ezimnandi, ndisuka eMakedoni.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:5-23