Kwabasefilipi 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

Zilumkeleni ezo zinja, nemikhwa yazo emibi. Balumkeleni abo banimele ngokutsheca imizimba – soze ndithi lulwaluko loo nto yabo.

Kwabasefilipi 3

Kwabasefilipi 3:1-6