Kwabasefilipi 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa nokuba kutheni ndingavuya, nokuba igazi lam lingade liphalazwe njengomnikelo ngenxa yokholo lwenu – kholo olo lulidini enilinikela kuThixo. Ndiyavuya, kunjalonje nani vuyani.

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:15-21