Kwabasefilipi 1:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba kaloku ilungelo lenu njengabamanywe noKrestu alipheleli ekukholweni kuye kuphela, koko lifikelela nasekubeni nive ubunzima ngenxa yakhe.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:20-30