Kutito 1:15-16 Ibhayibhile (XHO96)

15. Yonke into inyulu kwabo banyulu; kodwa ke akukho nto inyulu kwabangqondo zingcolileyo, bengakholwa. Kaloku ingqiqo nezazela zabo zingcolile.

16. UThixo bayamvuma ngomlomo, kodwa bayamphika ngezenzo zabo. Iinkani zabo zenza bangabi nako mpela ukwenza umsebenzi omhle.

Kutito 1