Kumahebhere 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa kwelesibini igumbi kwakungena umbingeleli omkhulu kuphela, kanye ngonyaka. Naye kwakufuneka ephethe igazi aza kungxengxezela ngalo izono zakhe kwakunye nezo abantu bazenze bengaqondi ukuba bayona.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:2-9