Kumahebhere 9:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu kwaloo tyesi kwakundanda imifanekiso *yezithunywa ezimaphiko ezibonakalisa isithozela nendili kaThixo, ithe naa amaphiko ngaphezu kwendawo yokucamagushela. Andizi kunika ncukacha ke ngalo mba.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:4-13