Kumahebhere 3:18-19 Ibhayibhile (XHO96)

18. Ngoobani abo wabafungelayo uThixo esithi abasoze bangene ekuphumleni kwakhe? Wayexela abo bamvukeláyo.

19. Siyabona ke ukuba ababanga nako ukungena kuba bengakholwa.

Kumahebhere 3