Kumahebhere 10:38-39 Ibhayibhile (XHO96)

38. Kambe ke yena olungisayo uya kuphila ngokholo;kodwa ke ukuba uthe warhoxa, andiyi kumkhathalela.”

39. Phofu ke thina asingabo abo barhoxayo baze balahleke, koko singabo baya kudla ubomi kuba bethembele kuThixo.

Kumahebhere 10