Kumagalati 5:24-26 Ibhayibhile (XHO96)

24. Abo ke bamanywe noKrestu uYesu basibhangisile isimo esidala kunye neminqweno neenkanuko zaso.

25. Ukuba ke sidla ubomi ngoMoya kaThixo, masilawulwe nguye ke.

26. Masingazigwagwisi, sicaphukisana, simonelana.

Kumagalati 5