Kumagalati 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wakholwa ke uAbraham, waza uThixo wamthamsanqelisa. Ngokunjalo ke bonke abakholwayo banenxaxheba kwintsikelelo ka-Abraham.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:6-14