Kumagalati 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kunjengoko *iziBhalo zitshoyo ngoAbraham ukuthi yena wakholwa kuThixo, waza ke uThixo wamenza ilungisa ngenxa yokukholwa kwakhe.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:1-11