Kumagalati 3:19 Ibhayibhile (XHO96)

Yaye iyintoni ke injongo yomthetho? Wona wahlonyelelwa ukuze ucacise isigqitho, lo gama angekafiki umzukulwana ka-Abraham esasenzelwe yena isithembiso. Umthetho wanikelwa zizithunywa, kukho unozakuzaku.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:13-25