Kumagalati 3:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kuyaqondakala ke ukuba akukho mntu ugwetyelwa nguThixo ngenxa yomthetho; kuba zithi iziBhalo: “Uya kudla ubomi lowo wenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa.”

Kumagalati 3

Kumagalati 3:9-18