Kumagalati 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. MaGalatindini, nitheni, aninangqondo? Nibulewe phi ninje nje nje? Nina aba kanye nanisenzelwa inkcazelo ecacileyo ngokufa kukaYesu emnqamlezweni!

2. Khanindiphe nje le ndawo: Ngaba uMoya kaThixo namamkela ngenxa yokuba nenze okufunwa ngumthetho, okanye kwakungenxa yokuba naziva nazamkela iindaba ezimnandi?

Kumagalati 3