Kumagalati 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

nangona amadoda athile azenza amakholwa angenelela, aza afuna ukuba makalùswe. Aba bantu bangena ngokunyebelezela, befuna ukuhlola le nkululeko sinayo kubudlelane bethu noKrestu, befuna ukusenza amakhoboka.

Kumagalati 2

Kumagalati 2:1-14