Kumagalati 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ke thina sizamela ukwenziwa amalungisa nguThixo ngokumanywa noKrestu, sisafumaneka sisenza isono, ngaba loo nto ithetha ukuthi uKrestu uhambisana nesono? Nakanye!

Kumagalati 2

Kumagalati 2:15-21