Kumagalati 1:18-21 Ibhayibhile (XHO96)

18. EJerusalem ndaya emva kweminyaka emithathu, ndinomnqweno wokwazana noPetros; ndahlala naye ke iiveki zambini.

19. Akukho mthunywa wumbi ndambonayo ngaphandle kukaYakobi umntakwabeNkosi.

20. Ndithetha inyaniso; andixoki; uThixo uyazi!

21. Emva kwexesha ndaya kwimimandla yaseSiriya naseKiliki.

Kumagalati 1