Kumagalati 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

andabi saya nokuya naseJerusalem *kubathunywa abadala kunam emsebenzini, koko ndasuka ndaya ngqo kwelama-Arabhu. Emva koko ke ndabuyela eDamasko.

Kumagalati 1

Kumagalati 1:10-22