Kumagalati 1:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kubhala mna Pawulos ndabizwayo ndaba *ngumthunywa, ndingabizwanga mntu, okanye ndimiselwe mntu; koko ndibizwe nguYesu Krestu noThixo uYise, owamvusayo uYesu ekufeni.

2. Mna namawethu onke akunye nam siyanibulisa, mabandla aseGalati, sithi:

3. Wanga uThixo wethu neNkosi yethu uYesu Krestu anganenzela isisa, aniphe uxolo.

Kumagalati 1