8. Silawulwa zizicaka;akukho namnye onokusihlangula ezandleni zazo.
9. Ukutya sikuzuza ngokubeka ubomi bethu esichengeningenxa yekrele elisentlango.
10. Ulusu lwethu lutshisa okwezikongenxa yefiva ebangwa yindlala.
11. Abafazi badlwengulwe eZiyon,ngokunjalo iintombi ezidolophini zakwaJuda.